The day went quick like a plane so zanie woke up made her mom tea to help her manage through

•••••••••••••

Zanele: Mama ndifuna ukuxelela ukuba ndimithi futhi ndimithiswe u ayabonga ndcel undxolele Mama(Mom I’m pregnant and i was impregnated by ayabonga, forgive me mom)

Nontombi:ndyakuva Zanele kodwa ezi endikuphathele zona zizokulimaza (I hear you my child but what I have for you will break you)

Zanele:yinton mama uyagula futhi (what is it mom you are sick again?)

Nontombi:mntanam,ndyagula ndingabhubha noba nini kodwa mntanam usanalo usapho apha ngaphandle futhi utatakho usaphila kanye ukhohlakele uyamazi kodwa awumthandi yink……(my child I’m sick I can die any minute but your dad is a…)

Zanele:mama,mama!

Nontombi died:

*Who do you think is Zanele’s father?

Part 2 coming soon

A 13year old girl full of dreams : mihla mbedu ♥️