Ngizohlala ndizisola ukuba kwakutheni ndide ndithandane nomntu osathanda omnye umntu.wandiqhatha wathi uyandithanda nam ndakholwa yonke into ayithethayo.

Kwakukho elinye ilanga siphumile mna nalobhuti sibahle sobabini endithengele iimphala saze saphuma siyokubhiyoza ,kwathi kusemnandi umntu wavele wandijikela waske wayingonyama waqalisa undibetha .ndavele ndacela uxolo ndingayazi uba ndenzeni ,umntu wavele wakrazula impahla endandizinxibile sogqiba wathi ndamhlukanisa nomntu wakhe .ndancedwa ngomye usisi wabesethi naye uphuma kulemeko ,kulapho ndancedakala khona .