‘Kwakungentseni yangomvula umihle egqiba kuzilungiselela ukuya esikolweni’
“Ecula” ndinje nje nje ngumama ndithi ndinje nje nje ngumama… watsho evala ucango ephuma nanjengokoko wayesiya esikolweni.
Endlelen yakhe kwathi gqi lomfana gama lingu sipho ezama kumvalele indlela intwazana inganakanganto kuba nexesha laliselimkile lokungena kwesikolo.
Kanti bhuti wenzan? (Watsho uMihle)
Sipho: Ndibona lentombi intle kangaka ndixakwa kukuzibamba
Mihle: Ndicela ungandimosheli xesha lam selindityile kakade… khawtsho uyandazi phofu?
Sipho: Hay andikwazi ndifuna ukwazi sithandwa
Mihle: Ndicela sazane ngenye imini bhuti ndingxamile ngoku watsho emsingela eyongena kumasango esikolo umihle.