Dear sthandwa sam sakudala ndithemba le ncwadi ikufumana usempilweni
Impilo ayilula yiyo lonto ndingayibuziyo
Andinawo amade bendidinga nje ukuk’xelela ngendlela intliziyo yam engasoze iyeke ukuba likhaya kuwe
Sthandwa sentliziyo yam
Wena usisthandwa sam sakudala kodwa ndisakuthanda nanamhl’oku
Ndiyayazi indlela odikwa ngayo xa ndithetha ngothando lwam kuwe kuba olwakho lwaphela, kodwa ndiyakucela…
Ndicela ungayeki ukuyifunda le ncwadi hleze kukho into odinga ukuyiva, phulaphula.
Ndiyayazi mfo kunzima kwa uginya amathe
Ooh ngxe, inoba akunjalo kuwe
Ndiyangxengxeza inoba ndenziwa yilento ndigixayo njengoba ndiyibhala le ncwadi
The day I accepted your proposal I made a vow to my heart that I will never go against it. 
I will love you unconditionally and to infinity till forever. 
I will always be beside you even when you push me away, by heart I will always be next to you. 
It took me months to believe that really we’re no more, after a few months I’ve known you that felt like years.
I have always had attachments, but this one has the connectivity that even words can’t explain.
Have always been afraid of losing you.
Now that I have lost a part of you I can’t afford to lose the remaining part.
Thing is when you came into my life I gave you a piece of my heart, my most precious jewel, and now without it I am incomplete 
I was drunk in love such that I almost drowned
I am afraid of losing you because I love you 
Kanene bendiba andizuwenza made qha ingxaki ubuyilo bam xa budibana nobuhlungu bentliziyo nosiba buse bundivumele ndityatyadule
To cut ties short.
Ewe usisthandwa sam sakudala kodwa uzosoloko usesitsha senene kwintliziyo yam.
Nomdade, Ncumolwam, mhlobo wam osenyogweni
Ndikuthanda ngokwenene kude kube sephakadeni
Eso sisfungo endingasokuze ndasijikela nanini