Yinton na ukufa?..

Ndik’buza nje ndikubona uphithizela

Uxel’ is’khukuz sifuna ulil’sela iqanda

Safika ukhona kodwa awuqheleki

Uthatha omdala nomncinci awukhethi

Uthatha omhlophe nomhlophe awukhethi

Ufika eksen, emini, emalanga kunye nasebusuku

Kufa awuqheleki…

Ungumtshabalalisi wolonwabo emntwini

Silusizi sihleli emagumbini siyalila

Ushiya intsapho zizinkedama

Bantu bakhuthi ilizwe liphelile

Igazi labantu ligcwele ezitalatweni

Kufa sixolele uphinde apho uvela khon

Mininye Abonge