• Ndiyaxolisa sithandwa sam
  • Wasweleka ungekaliboni ilanga
  • Ndandingenakuzikhethela
  • Utata wakho wayengakufuni
  • Nasekhaya sasihlupheka
  • Ndandizakukhulisa ngantoni?
  • Wawuzakutya ntoni?
  • Sana lwam ndiyaxolisa
  • Ubomi bakho baphela ndingahambanga
  • Ekhaya ndandibizwa ngamagama
  • Kusithiwa ndilihule
  • Ngoba ndalala nendoda etshatileyo ndicinga iyandithanda kanti ifuna ukundimosha
  • Ndiyaxolisa ngokuqhalwa impilo yakho