Kubuhlungu ukufela ngaphakathi.

Abantu bangakobona umcuma bacinge ukuba hayi yonke into ihamba kakuhle kodwa ube usifa ngaphakathi.

Ngamanye amaxesha ndiye ndinqwenele okokuba ndingahlala phantsi noThixo.

Ndimbuze ukuba into zam ziyakulunga ninih?Ndikwazi ukulingisa impazamo zam.

Andikhanyisele nam ndonwabe njangabanye abantwana .Nditsho ndithi “Ndikhanyisele Dlozi lam”

E.Hlwayi