Ixilongo kumaxa likhala
NGAKUMBI xa simanyene.
Intsholo ezayo iviwa ngaba
Vangeli kuyo ngokomanyano lwentliziyo.
Kunani Na?singebani.
Khawuye kwindawo elungileyo usesemhlabeni.
Indlela ojonga ngayo,mayibey, indlela ekubonwa ngayo.
Ixilongo likhala kuve,
Wonke umntu olungele umamela.Xa unomamela ungamnand ekwenzen zinto ngendlela,efanelekileyo.(YJ)