INdima yam kulomhlaba yile.Kukhulisa Abantu abandikhulisileyo.Kukhulisa usapho lean.Kukhulisa abahlobo bam.
Kukhulisa ikhaya lam.
Kukhulisa isixeko sam.,ingingqi yam,
Isithili sam,konke ukuya
phambili njengamanzi,
Kodwa konke kumele
Indlela ibeze zikanogwaja.
INdima yam kuwe,kubhala
incwadi wena,.ufunde
endinako ngaphakathi xa
ndibon INdima okwenyokemnyama icand
Isiziba,ikubonakali byseka
Kuyayeka phambili xa indima oyidlakayo uyenza.
Ubone bhetele kunskuqala
INdima yam kukubonisa, ongakuboniyo.(YJ)