U-Anti Lisa unikwe ibhili yeekhulu leerandi kukwakho neenombolo zefowuni kulo. Kungekudala ibhili, iR100 ihambe uhambo lwayo isuka kwesi isandla isiya kwesinye. Wonke umntu efikelele kuye uyisebenzisile β hayi ke, uza kwenza loo nto kufanele ukuba uyenze ukuhlawula iibhili zakho. Yhazi ukuba u-Anti Lisa uya kuze ayifumane kwakhona loo bhili? Ukuba uyifumene, yhazi ukuba iya kuba isenazo na iinombolo zefowuni kulo?
This story is also available in English – keep It One Hundred