FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

Uthando Nobuhlobo

Author
Lukhanyo Matshebelele
Publisher
FunDza Literacy Trust
Language
isiXhosa
Licence
All Rights Reserved.
Length
Medium
Topics
Romance
17
Login to Like.
13

UAyanda wathi nyubelele waya ethekweni phofu ezimele umama wakhe engazi ngesi senzo. Unethemba lokuba uSima uza kuba elapho ukuze azityand’ igila kuye. Emva kokuthi laqa nje iibhiya ezimbalwa, lavuth’ ibhayi, akwabikho nto ihamba kakuhle. Ngentsasa elandelayo uSima unomsindo, akafuni nokuthetha naye kwaye yena akakhumbuli nokuba kwenzeke ntoni na kuXolani.  Ingaba uAyanda uza kulahlekelwa na nothando lukaSima, kwakhona ingaba uza kuphelelwa na nabubuhlobo noXolani konke oku nje ngobo busuku bunye?

This story is also available in English: Love and Friendship

  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 1
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 2
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 3
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 4
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 5
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 6
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 7
  • Uthando Nobuhlobo - Isahluko 8
Login to Comment
13 Responses
Wanna be friends??☺️
ZAYMA · yesterday
Hi gyz😜
ZAYMA · yesterday
Nice book 💖❤️
Mdluli · a week ago
Can I be your friend guys
sihlu · 2 weeks ago
@Buhle how did you get your cover to have a pic?
Fifi2 · 2 weeks ago
Load More
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2021 FunDza