Xa umama wakhe abulawa yimoto ehamba ngesantya esiphezulu eMonti, uLinda waphelelwa ngamathemba. Wayengena cebo limbi ngaphandle kokuba aye kuhlala nomakazi wakhe uRosy eKapa. Kodwa kuthe kusenjalo uLinda wadibana no Sipho kwaye izinto zabonakala zihamba kakuhle okwethutyana, de kwaba ngathi imithandazo yakhe iphendulwe…
This story is also available in English:Â Saved by the Child