U-Clarah wayenemincili kakhulu kuba esiya eholideni elwandle kunye nosapho lwakhe. Isiganeko esingalindelekanga, esothusayo kuhambo lwabo simdibanisa nendoda ayifumana inomtsalane ngokukhawuleza kwaye banxibelelana qho ngoWhataApp. Njengokuba lo mtsalane usiya ukhula, umama kaClarah yena uya ngokuya eba sexhaleni kwaye usoloko edukile. Kuqhubeka ntoni? U-Clarah uzimisele ukufumanisa…
This story is available in English: Crash.