Uyabona uTata kaMavi, usaphila ngendebe endala. Wasoloko engxolela uMavi ngokuba kufuneka asebenzise amagama esiXhosa nokuba akhona awesiNgesi alula. Ngubani onexesha lokubiza u “21” ngesiXhosa kulula kangaka ukumbiza ngesiNgesi? Akakho! Phofu akakho owenza loo nto ngaphandle ke kukaTata wakhe. Iitshomi zika Mavi zicinga ukuba ibaxekile nje loo nto, kodwa ayingabo abenza “umsebenzi wasekhaya” omninzi awunikwe nguTata.
This story is also available in English: The Word Graveyard