FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

Ingcwaba Lamagama

Author
Tiah Beautement
Publisher
FunDza Literacy Trust
Language
isiXhosa
Licence
All Rights Reserved.
Length
Medium
Topics
Human Drama
13
Login to Like.
2

Uyabona uTata kaMavi, usaphila ngendebe endala. Wasoloko engxolela uMavi ngokuba kufuneka asebenzise amagama esiXhosa nokuba akhona awesiNgesi alula. Ngubani onexesha lokubiza u “21” ngesiXhosa kulula kangaka ukumbiza ngesiNgesi? Akakho! Phofu akakho owenza loo nto ngaphandle ke kukaTata wakhe. Iitshomi zika Mavi zicinga ukuba ibaxekile nje loo nto, kodwa ayingabo abenza “umsebenzi wasekhaya” omninzi awunikwe nguTata.

This story is also available in English: The Word Graveyard

  • Ingcwaba Lamagama - Isihloko 1
  • Ingcwaba Lamagama - Isahluko 2
  • Ingcwaba Lamagama - Isahluko 3
  • Ingcwaba Lamagama - Isahluko 4
  • Ingcwaba Lamagama - Isahluko 5
Login to Comment
2 Responses
Oh kodwa nakuba kunzima Ku Mavi
Miss VanessaG · 3 weeks ago
Inokuba kunzima ku Mavi😕💯☺️
Zimkita Kwanini · 3 weeks ago
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2021 FunDza