UPhumlani ngamathe nolwimi nomntakwabo omkhulu uZanoxolo-noxa umama wabo ethiwe lwale kukugqama kwakhe kunokuba aqaphele ukuba uPhumlani yincutshe kumdlalo weqakamba. La madodana alekelanayo avana kakhulu akukho sikrokro santo- de kube yenye intsasa apho ubomi babo batshintsha khona, butshintsha umphelo, mhla ubomi babo bagutyungelwa ligazi…
This story is also available in English: Covered in Blood