UDintlentse asinguye olawula ubomi bakhe. Unyanzelekile ukuba xa ecula eqongeni acule iingoma azicaphukelayo, kangangokuba ngoku abahlobo bakhe abadala bamjikele. Uza kusifumana phi isibindi sokuba amele izimvo zakhe, azikhulule kula makhamandela?
Eli bali liyafumaneka ngesiNgesi apha