UKhazone yinkom’ edla yodwa elalini yakhe – akasabizwa ngokuba nguTa-Killer, ngoku waziwa ngokuba nguNofotyela owosulelayo. Unyanzelwa ukuba amise iintente ngasehlathini nentombi athandana nayo, u-Onikwa. Ayinguye yedwa oludwayi kwaNonqabaka. USintu, lo oyikumkani entsha, ubuyela kokwabo esuka edolophini emva kokusweleka kukayise. Naye ke unemfihlo eza kubeka ubomi bakhe emngciphekweni…
This story is also available in English: The Cursed and Exiled