Imvula yaqalisa ukuna.UChat watyibilika apho wayokuwa.Wabetheka ngentloko elityeni.

Wathi xa evukayo, kwakunabantu abamngqongileyo. “Kwenzeke ntoni kum?” yabuza le ntwazana.

***

Sixelele nga mava akho womhla kwakubaneka,usixelele uye wa ziva njani?