Ngaminazana ithile, uChat wayehamba-hamba egadini. Wayelithanda kakhulu iphunga elinuka kamnandi leentyatyambo. Wayethanda ukubamba amagqabi weentyatyambo athambileyo kanobomi.

UChat wayenkqwenela kakhulu ukubona iintyatyambo ityeli noba linye qha.”Zintle kakhulu ezintyatyambo,” yatsho ngaphakathi le ntwazana.

***

Sixelele: Wagqibela nini ukutyelela egadini, khona ukuze uyobuka indalo?