FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

Esona sitalato sigqwesileyo ehlabathini

Author
Kirstin Hartmann
Illustrator
Johann Strauss
Publisher
Nal'ibali
Language
isiXhosa
Licence
CC BY 4.0
Length
Medium
Topics
Children
8
Login to Like.
5

USonny nabahlobo bebesoloko becinga ukuba iLong Street sesona sitalato sigqwesileyo ngobuhle ehlabathini kuba kulapho badlalela khona imidlalo yabo emikhulu yeqakamba! Bonke abantu basekuhlaleni bayakonwabela ukubabukela xa bedlala – ngaphandle kukaMnumzana Peterson. Xa nje ibhola yabo ithe yawela esitiyeni sakhe, ifana neduke umphelo. Ngoku izinto ziyaguquka – abantwana abasayikukwazi ukudlala iqakamba kwakhona eLong Street. Ingaba uSonny nabahlobo bakhe baza kuyeka umphelo ukudlala iqakamba?

This story is also available in the following languages:
English
Afrikaans
Sesotho
Sepedi
IsiZulu

***

This story was provided courtesy of the Nal’ibali reading-for enjoyment campaign. For information about the campaign, or tips and ideas on how to read and share stories with children, visit www.nalibali.org

  • Esona sitalato sigqwesileyo ehlabathini - Page 1
  • Esona sitalato sigqwesileyo ehlabathini - Page 2
  • Esona sitalato sigqwesileyo ehlabathini - Page 3
Login to Comment
5 Responses
Hy
Double A · 7 months ago
Nice one/1
0lwerh · 9 months ago
Hy love I'm a boy
Bajaj · 2 years ago
Hy
Bajaj · 2 years ago
Hy cc njan
Paneng · 2 years ago
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2022 FunDza