Eli nqaku silifumene kwiPhulo lokuFundela ukuzoNwabisa iNal’ibali National Reading-for-Enjoyment Initiative – eliphuhlisa isakhono sabantwana ngokufunda, ukubafundela kwanokubalisa amabali. Ukuba ufuna ukufumana ulwazi oluthe vetshe, iingcebiso zokufunda kwaneembono ngamabali ofuna ukwabelana ngazo nabantwana bakho okanye iiklabhu zokufunda, yiya ku-www.nalibali.org okanye ku-www.nalibali.mobi kwaye ungasifumana ku-www.facebook.com/nalibaliSA naku-www.twitter.com/nalibaliSA.
This story is also available in English, Afrikaans, Sepedi, Sesotho, Siswati, Tshivenda, IsiNdebele, Tsonga, Tswana, and IsiZulu.