Uchwayita uxabana nabaqashi bakhe eGcuwa aqokelele konke okwakhe asingise eKapa apho angazi nothathatha. Izinto azihambi ngezicwangciso eKapa, uzibona ethinjiwe igazi lakhe lifunwa liphalele. Ingaba uzokwazi na ufumana uncedo aphuncuke emlonyeni okanye uzogoduka engqengqe ngomqolo?