thando uphi diyaku kwaza
awusabeli , awupenduli
thando uphi
ndise bumnyameni thando
puma ndiyakucela puma thando
pendula thando pendula ndikuve thando
diyanqonqoza ndikhangelana nawe thando
ndigena ngapa nangapa
difuna wena thando
ndilahlekile thando
ndipendule ndiyaku biza
ndipendule xandiku khwaza thando
sundi qela thando
xandiku thanda thando