YINTONI NA LE?

Yinto apha enoXolo
Yinto apha enoThando
Yinto apha enoBudlelwano
Yinto apha enoVisiswano

Ewe ukhona ndithi ukhona
Ewe ukhona ndithi ukhona

NguMncedi kubantu bonke
NguNonceba kwisizwe sonke
NguThando kumazwe onke
NguNoxolo kwilizwe lonke

Ewe ukhona ndithi ukhona
Ewe ukhona ndithi ukhona

Abantu bakuqala babeqaqadekile bengabizwanga
Linene kaloku eliya liyabizwa ukuze kubekhona
Wethembekile ngaphandle nangaphakathi
Wembethe ingubo yothando novisiswano
Ukhona kaloku ewe ndinobungqina ukhona ukhona

Abantu bathi bakuba sebenzimeni ubeva betsholo phansi becula nesithi: umthwalo wam uyandisinda oh ndiyacela ndiphathise…

Bambi bathi: lo mthwalo wam sowuyangisinda

Kanti yena uthi, “Bonke abo basindwa imithwalo mabeze kum ndobanika ukuukuphumla,”

Kanti yena lowo wakuya kuye wokumva etsholo phezulu ecula esithi:

Enkosi Bawo ngentsikelelo kimi

Kuba kaloku yena ukhona ukhona

Ndithetha ngoZulu mabarhwaqele
Nditheth’ukuba ngabikho but ukhona
Ndithetha ngoBawo wakudala osezakuba khona owayekhona
Ndithetha ngalofund’eUniversity of making something out of nothing
Ndithetha ngalokuthatha from zero to hero

Just abide in him, because he will be here coming back for his people.