Ndivumeleni ndithethe mna sizukulwane sikaphalo.
Saphela isizwe saki hinsta.
Saphalala isizwe ngenxa kagawulayo
Lagowala ilizwe zintsana

Sazala sathuhluza okwehagu yintani na?
Ziyaphela iindawo zokuhlala ngenxa yemveku cxizalwa zimveku
Sarhoqozela ngenxa yentsana yintani na?

Ziphina ingqondo zethu singacingi nje
Sandlala ngobuntombi bethu kanje
Yalahlwa intetho ethi imtombi yintyatyambo yekhaya

Wadlala ngenkomo zikayihlo kusini na
Masikhule kuqala bethu
Phantsi ngolalana phantsi!
Gcina ubuntombi bakho wethu.