Ubomi bungamahla ndenyuka.
Ubomi abufuni zinkenekene koko bufuna amadela kufa. Ngobani owayeyazi ukuba buyawuze bubenzima kanje ubomi?
Siphile ubomi apho intlungu yomntu iyintlekisa komnye umntu. Apho imizamo yabantu abangamahlwemphu ingathathelwa zinqalelo.
Ubomi ngamajingiqhiwu. Namhlanje ungahlekisa ngentsokolo yomnye kodwa asilazi ingomso lisiphathele ntoni.
Ungalala udakumbile uvuke uhleka ngenxa yobubomi. Ubomi ngamajingiqhiwu.
Kanti ngubani owayetshilo ukuba ubomi buzakubanzima kanje? Impumelelo yomnye umntu ihlalisa kakubi abantu ngenxa kamona.
Ubomi ngamajingiqhiwu