Wahamb’emhlabeni kwasala imisebenzi yakho
Ngwevukazi.
Kaloku ubuyintomb’enamandla endlini yakho,
emsebenzini wakho, kunye nakwikhaya lakho.
Uyidlalile ke eyona ndima inkulu ebomini bam
yokuba ngumqeqeshi, umzali kunye nomama kum,
kwaye kuyakuhlala kunjalo.

Dedicated to Nondikho Ellen Gana