Ndisaluva nanamhlanje uthando
lwevumba awawundenzela lona
mandulo eso ibisisidlo sentliziyo
Yami. Buya uzovuselela umoya
wami ubukade ulele ubuthongo
bana phakade. Uthando lugxekiwe
ngabadala lithandwa lulutsha
lanamhlanje bendingazi ukuba
iyajika into emnandi yophule
intliziyo yomntu