Nalo madoda igugu
Nalo madoda ikusasa lethu
Naso madoda isingqi

Yazalwa indodana
Yazalwa inkenkwana
Igama layo nguSiseko
Oko kutsho ukuthi
Ngumkhomba ndlela wethu
Kuku zingca kwabazali

Yhini na madoda indoda ihambe
Sisajonge lukhulu

Hamba kakuhle siseko
Hamba kakuhle kukhanya
Hamba kakuhle themba