Ndiyaziva, ziyandisinda.
Ndiyahamba ziyandilandela.

Ngxaki zakudala ndiyeke ndiyakucela.
Thatha nantsi intliziyo kodwa nayo seyalimala.

Moya onzulu, mazwi ka Bawo aluncuthu, andiwava ndisisthulu.
Ndibambekile, andilulolutho.

Ndithobekile ndisize.
Iingxaki zamihla ngemihla.
Ndiyakhwaza! ayeeeh! Azindiveleli.