ndiligqala mna kuqala
ndaba ligqala kusaqala
ndaqhawula amaketana wokuqala
ndisene sinqamfana sokuqala
ndaqala ndanqaba kwaqhawuka
kweqwaba
ndiqhutywa lingcwaba,
ivuko legqala, inkonde eyandingcwaba