Take good care of yourself
While you are at home, the
Tone of your face can be
The reflection of what you
Have in your stomach.

Idliso okanye isisu esimdaka
Singakubangela uphume
Amaqhakuva namabala ebusweni,
Ndiyakukhuthaza ukuba uphalaze
Kwaye usele nezinto zokhulula isisu
Eso ukuze ugcine ulusu lwakho luluhle.

To avoid stomach aches and unusual
Smells from your mouth keep your
Stomach clean qha…