Ndihambile ndawubona umhlaba
Ndihambile ndalubona uhlabathi
Ndiwile ndaphinda ndavuka
Ndavuthulula ndangcambaza
Ndazixelela mnye esimkhonzayo

Namhlanje ndiligqiyazane
Namhlanje ndizimele ngenqayi elangeni
Kaloku ndilunyamezele uvavanyo lohlabathi
Ndakholwa kwaye ndakholelwa

Education is the key to the success
Imfundo ligorha lendlela
Batsho abantsundu

Halala mathematics
Halala ko titshala ni titshalakazi
Halala kwi DOE