[ULunga uxoxa yedwa egumbini lakhe lokulala.]
[Lunga: Andazi nokuba mandithini kuba impilo inzima. Kubuhlungu ukohluthwa intlaka emlonyeni. Mandilale kuba ngomso kufuneka ndidibene noMbali.]