Sekulixesha engasebenzi uMbulelo futhi umama wakhe uNothando uzama ngandlela zonke unyan’akhe afumane itorhwana. Indlela zakhe ziqala utshintsha xa ephangela futhi umama wakhe akanelisekanga luhlobo aziphethe ngalo ngoku. Ingaba uzobuyisa unyawo ayozithoba okanye uzoqabuka sekuphele ixesha?