USakhumza akalilandelanga igama lakhe ngokuba umzi uyachitheka ngenxa yakhe. Utata wakhe ungene wathi gabhu ngentshebe ebhotileni, ingaba ngubani na ozakubahlangula kulengxakangxaka yomzi?