UTshangisa uhamba nabahlobo bakhe xa esiva isakhalo sosana sisuka emgqomeni. Ubhubha kukaTshangisa kushiya unyana wakhe uNdlela owamcholayo ephetheke gadalala ngunkosikazi wakhe. UNdlela uphela ehlala endleleni kodwa abo bebemonile bazodinga uncedo lwakhe ngolunye usuku xa inqatha lingakuNdlela.
Abalinganiswa
Tshangisa – Indoda ka Nokwakha enobuntu.
Mngxhongo – Indoda engenabuntu.
Qhinebe – Indoda ethintithayo.
Nokwakha – Umfazi kaTshangisa ongenabuntu.
Simthandile – Intombi kaTshangisa noNokwakha.