Uthando yinton ngumbuzo endizibuza wona kumnandi uthanda. Kodwa nawe kufuneka uthandwe umthanda njani umntu ongakuthandiyo luthando olunjani olo ingaba luthando?

Xa umntu ekuhlukumeza sibona abafazi abaninzi ababethwa ngabantu abathandana nabo ingaba luthando olunjani olo? Abanye bayabulawa ingaba iseluthando olo yintoni uthando? Ngumbuzo okufunele sizibuze wona lo. Kumele xa umntu ekuthanda angenzi izinto eziza kukulimaza athi uyakuthanda. Umbuzo usamile yinton kanye-kanye uthando?