Elibali lingoNomfundo, wakhuliswa nguNokati. UNokati wayengafuni ukuba uNomfundo aphumele ngaphandle kuba wayesazi ukuba uNomfundo uyafunwa. Ngaminazana ithile inkwenkwe eyayibizwa ngokuba nguSiya. USiya wayeleqwa ngabanye abantu, waze wangena kuloNomfundo. Wafika wamfanisa uNomfundo kodwa uNokati wathi angaphinde aye pha.

***