Unomboniso waphoswa yimfundo ngenxa yokukhulelwa. Xa elizwa ngentwazana entle, uyenzela yonke into eyifunayo de ayise kwiYunivesithi ezaziwayo. Ukuncamela kwakhe kazi kuzakumvuza ntoni?