Ndadibana nalo bhuti wacela inombolo yam, emveni kwexesha wathi uyandithanda. Ndavuya ndazijula kuba loo mfana wayemhle kodwa zange ndiphendule. Kwahamba ixesha ndathanda ukuhlala naye, hambiyane ndamthanda naye. Ndambikela indlela endiziva ngayo ngaye. Kuye ndadiphelele, ndingamfuni omnye- ndisithi yena ungowam kanti yena ungowethu. Ndadingazi.

Ngalondlela wayophula intliziyo yam. Wayengandixeleli ngoba? Ndandonwabile naye. Ngalondlela ndandinga lindelanga uyophule eyam intliziyo. Enyanisweni ndandisithi ungowam kanti ungowethu sonke, Ndamenzani enganeli ndim? Isidenge sakhe ndandisiso.