Search

Ukudlala ngoBomi Babantu

AUTHOR: Vixene Jones

PUBLISHER: FunDza Literacy Trust

LANGUAGE: isiXhosa

This has been rated:

Umyeni othandekayo kaNzwaki seletshintshile. Ukrwada, uyanxila kwaye uyahiliza – enjalo nje udlala nangemali. Umhlobo wakhe uNora unyamalala iintsukwana ezimbalwa aze abuye nentlebendwane yeendaba ezicaphukisayo. Zidityaniswa yintoni ke zonke ezi zinto? U-Nzwaki ufumana impendulo kwangoko. Unaso phofu isibindi sokwenza okulungileyo?

This story is available in English and IsiZulu: Playing with Lives, Ukudayisa Ngezimpilo Zabantu.

10 Responses

  1. Isiphazamiso

    ntombie125
    4 Jul 2015 at 17:57
  2. Akulunganga udlala ngobomi babantu nepoem ith ply ur women liketa football but someone will catsh like a goalkeeper

    eyethu+mvango
    27 Dec 2014 at 14:31
  3. Kulukhuni ukuba indonda

    ()(F)nah+name(x)(H)
    22 Dec 2014 at 21:41
  4. Ukudlala ngoBomi Babantu

    nhlamulo
    16 Dec 2014 at 13:34
  5. Ukudlala ngoBomi Babantu

    preccyous
    26 Nov 2014 at 22:36
  6. hi usharp

    000fff)Noxie246)
    21 Nov 2014 at 18:23
    • Nic 1

      fff000*..B+C+SIBIYA*
      25 Nov 2014 at 07:29
  7. Love Story

    7523ffTWIN~LA~MHLENGIRH+
    9 Nov 2014 at 18:03
    • I enjoy 2 read stories

      Sandy
      16 Nov 2014 at 09:23
    • WoOow thts nic nd kulL STORY U KNW

      .ff00ff*_(F)lAr+ROmEnTIc+romeo*
      21 Nov 2014 at 20:53

Leave a Reply